Skip to main content
Landing Page Current Promotion
Contemporary

Abahlobo abangummangaliso


Liesel Abadir

Landing Page Current Promotion
STORY INFORMATION

Ukwenzakala kukaDakarai kwakuthetha ukuba ngeke akwazi ukudlala ikatala yakhe ekonsathini, konsathi leyo babeyisebenzele nzima kakhulu yena nomhlobo wakhe uSindiswa. Yabadanisa ke le nto, de wayitshintsha imeko eyayiza kuba mbi yantle ummelwane wabo omtsha. Bagqibela besiba neyona konsathi imnandi nomhlobo wabo omtsha, okwaba mnandi kakhulu kukuba wakwazi naye ukudlala ngeyakhe indlela ekonsathini uDakarai.

Landing Page Current Promotion

Listen to story

Narrator
PLAY